Summary
Ukuhlukunyezwa ngokwesSini Sakho yinto engavumelekanga kwaphela!
A social media platforms 'content creator', here's the participation and playing role towards the content creativities 'Music it's our culture'.You will experiencing into the services and products that're specific design for you. I promise all the best from the site you're at right now. Thank you for visiting..
Ukuhlukunyezwa ngokwesSini Sakho yinto engavumelekanga kwaphela!
Listening is the skill and experience.
Yonke into akhuzwa kuyo uboyithathela inqalelo.
Yonke into oyalwa kuyo nokhuzwa kuyo uboyithathela inqalelo,Kuba banqongophele abantu abakhuzana abantu.
Congratulations to all 2022matriculation,we can’t do something’s like same as others! Keep doing something else and see, God bless you
Ukwenza into uyazi uba uyenzelani futhu usazi nesizathu sokuyenza lonto.Lonto siyibiza ngeNjongo.
Ukukhula oku wundoqo kukukhula ngokwasebuchotsheni(ngqondweni)ngaphandle nje kokukhula inshebe namabele.
Unyaka’omtsha uzosikhumbuza nje uba umtu akagugi Kodwa uyakhula
Ubuntu kukwenza ingengathi abanye abantu bancono kunawe noxa ubazi ubakhe ncono.Umtu ngumtu’kuba enobuntu bakhe,
Ukuphathagadal’la kwabantwana nabantu baseTyheni